2 Ookumkani 24:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

namadoda onke anobukroti angamawaka asixhenxe, neengcibi nabakhandi abaliwaka, onke amagorha anokulwa; abo ukumkani waseBhabheli wabása bengabathinjwa eBhabheli.

2 Ookumkani 24

2 Ookumkani 24:15-20