2 Ookumkani 23:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa ke ababingeleli abo bezigánga abenyukanga beze esibingelelweni sikaYehova eYerusalem; banela ukudla izonka ezingenagwele phakathi kwabazalwana babo.

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:7-13