2 Ookumkani 23:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wamkhupha uAshera endlwini kaYehova, wamsa ngaphandle kweYerusalem, emlanjaneni oyiKidron, wamtshisela emlanjaneni oyiKidron; bamcola waluthuli; waluphosa uthuli lwakhe phezu kwamangcwaba oonyana babantu.

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:4-9