2 Ookumkani 23:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UFaro-neko wamenza ukumkani uEliyakim, unyana kaYosiya, esikhundleni sikaYosiya uyise, waliguqula igama lakhe languYehoyakim. Ke wamthabatha uYehowahazi, weza naye eYiputa; wafela khona.

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:33-37