2 Ookumkani 23:25 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngaphambi kwakhe akubangakho kumkani unjengaye, ubuyeleyo kuYehova ngentliziyo yakhe yonke, nangomphefumlo wakhe wonke, nangamandla akhe onke, ngokomyalelo wonke kaMoses; nangasemva kwakhe akuvelanga unjengaye.

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:20-30