2 Ookumkani 23:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kananjalo isibingelelo esibe siseBheteli, isigánga awasenzayo uYarobheham, unyana kaNebhati, owawonisayo amaSirayeli, eso sibingelelo neso sigánga wasidiliza; wasitshisa isigánga, wasicola saluthuli; wamtshisa uAshera.

2 Ookumkani 23

2 Ookumkani 23:14-16