2 Ookumkani 22:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Okwala mazwi uwavileyo, ngokokuba ibithambile intliziyo yakho, wazithoba phambi koYehova, ekukuveni kwakho endikuthethileyo ngale ndawo, nangabemi bayo, ukuba beya kuba ziimpanza nesiqalekiso, wazikrazula iingubo zakho, walila phambi kwam, nam ndikuvile; utsho uYehova.

2 Ookumkani 22

2 Ookumkani 22:9-20