2 Ookumkani 22:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya ke uHilekiya umbingeleli, noAhikam, noAkebhore, noShafan, noAsaya, kuHulda umprofetikazi, umkaShalum unyana kaTikva, unyana kaHar-hase, umgcini-ngubo (waye yena ehleli eYerusalem kwesesibini isahlulo sayo), bathetha naye.

2 Ookumkani 22

2 Ookumkani 22:11-18