2 Ookumkani 22:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani wabawisela umthetho ooHilekiya umbingeleli, noAhikam unyana kaShafan, noAkebhore unyana kaMikaya, noShafan umbhali, noAsaya umkhonzi wokumkani, esithi,

2 Ookumkani 22

2 Ookumkani 22:3-19