2 Ookumkani 22:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYosiya ubeminyaka isibhozo ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mathathu anamnye engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguYedida, intombi ka-Adaya waseBhotsekati.

2 Ookumkani 22

2 Ookumkani 22:1-6