2 Ookumkani 21:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Abantu belizwe elo bababulala bonke abo babecebe ukumkani uAmon. Bathi abantu belizwe elo bamenza ukumkani uYosiya, unyana wakhe, esikhundleni sakhe.

2 Ookumkani 21

2 Ookumkani 21:23-26