2 Ookumkani 21:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UAmon ubeminyaka imashumi mabini anamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emibini engukumkani eYerusalem. Igama lonina belinguMeshulemete, intombi kaHarutse waseYotebha.

2 Ookumkani 21

2 Ookumkani 21:14-24