2 Ookumkani 21:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UManase ubeminyaka ilishumi elinamibini ezelwe, ukuba ngukumkani kwakhe; waba neminyaka emashumi mahlanu anamihlanu engukumkani eYerusalem; igama lonina belinguHefetsibha.

2 Ookumkani 21

2 Ookumkani 21:1-2