2 Ookumkani 20:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Buya uye kuthi kuHezekiya, ingànga yabantu bam, Utsho uYehova, uThixo kaDavide uyihlo, ukuthi, Ndiwuvile umthandazo wakho, ndizibonile iinyembezi zakho; uyabona, ndiya kukuphilisa; ngomhla wesithathu uya kunyuka uye endlwini kaYehova;

2 Ookumkani 20

2 Ookumkani 20:4-8