2 Ookumkani 20:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uHezekiya kuIsaya, Lilungile ilizwi likaYehova olithethileyo. Wathi, Akunjalo na ukuba kuya kubakho ukuxola nokunyanisa ngeyam imihla?

2 Ookumkani 20

2 Ookumkani 20:17-21