2 Ookumkani 20:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Uyabona, kuza imihla eya kuthi yonke into esendlwini yakho, nento abayiqwebáyo ooyihlo kwada kwayile mini, ithwalèlwe eBhabheli, kungasali nto, utsho uYehova;

2 Ookumkani 20

2 Ookumkani 20:16-21