2 Ookumkani 20:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya uIsaya umprofeti kukumkani uHezekiya, wathi kuye, Atheni na la madoda? Abevela ngaphi na ukuza kuwe? Wathi uHezekiya, Abevela ezweni elikude eBhabheli.

2 Ookumkani 20

2 Ookumkani 20:6-16