2 Ookumkani 2:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UEliya wayithabatha ingubo yakhe enkulu, wayisonga, wabetha ngayo emanzini; ahluka, asinga ngapha nangapha; bawela bobabini komile.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:1-18