2 Ookumkani 2:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baphuma oonyana babaprofeti, ababeseBheteli, baya kuElisha, bathi kuye, Ùyazi na kodwa ukuba namhlanje úyayisusa uYehova inkosi yakho entlokweni yakho? Wathi, Ndiyayazi loo nto; yithini cwaka.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:1-10