2 Ookumkani 2:24 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Nyuka, nkqayindini! Wabheka ngasemva, walubona, waluqalekisa egameni likaYehova. Kwaphuma iibherekazi* zambini ehlathini, zabaqwenga abantwana abamashumi mané anababini kulo.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:14-25