2 Ookumkani 2:21 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Amzisela ke. Waphuma, waya apho aphuma khona amanzi, wayigalela kuwo ityuwa, wathi, Utsho uYehova ukuthi, Ndiwaphilisile la manzi; akusayi kuba saphuma kufa kuwo, nakunganiki.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:19-25