2 Ookumkani 2:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Athi amadoda aloo mzi kuElisha, Uyabona, ukuma kwalo mzi kuhle, njengoko ibonayo inkosi yethu; ke amanzi mabi, nalo mhlaba awuniki nto.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:14-25