2 Ookumkani 2:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bamjoka, wada waneentloni, wathi, Wathumeni. Bawathuma ke amadoda amashumi mahlanu; amfuna iintsuku ezintathu, akamfumana.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:8-19