2 Ookumkani 2:14 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wayithabatha ingubo enkulu kaEliya, eyayiwe kuye, wabetha ngayo emanzini, wathi, Úphi na uYehova, uThixo kaEliya, yena kanye? Wabetha ke emanzini; ahluka, asinga ngapha nangapha; wawela uElisha.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:6-19