2 Ookumkani 2:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ekuza kumnyuseni kukaYehova uEliya ngomoya ovuthuzayo, ukuba aye emazulwini, wabe uEliya ehamba noElisha, besuka eGiligali.

2 Ookumkani 2

2 Ookumkani 2:1-3