2 Ookumkani 19:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi kuye, Utsho uHezekiya ukuthi, Le mini yimini yembandezelo, neyokohlwaywa, neyogibo; ngokuba abantwana baze kufika emlonyeni wesizalo, tu ke amandla okuzala.

2 Ookumkani 19

2 Ookumkani 19:1-8