2 Ookumkani 19:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngenxa yokundigugumela kwakho, nangenxa yokutyesha kwakho okunyuke kweza ezindlebeni zam, ndiya kufaka ikhonkco lam empumlweni yakho, nomkhala wam emlonyeni wakho, ndikubuyise ngendlela oweza ngayo.

2 Ookumkani 19

2 Ookumkani 19:22-32