2 Ookumkani 18:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Beza ke ooEliyakim unyana kaHilekiya, umphathi wendlu, noShebhena umbhali, noYowa unyana ka-Asafu, umkhumbuzi wezinto zakomkhulu, kuHezekiya, bezikrazule iingubo zabo, bamxelela amazwi kaRabheshake.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:30-37