2 Ookumkani 18:34 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Baphi na oothixo baseHamati neArpadi? Baphi na oothixo baseSefarvayim, neHena, neIva, ukuba bangabi balihlangula elakwaSamari esandleni sam?

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:32-37