2 Ookumkani 18:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani waseAsiriya wasusa uTartan noRabhesarisi noRabheshake eLakishe, baya kukumkani uHezekiya eYerusalem, benempi enzima. Benyuka baya eYerusalem. Benyuka ke, bafika, bema emjelweni wechibi langasentla, osemendweni wentsimi yomsuki weengubo.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:8-19