2 Ookumkani 18:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke kaloku ngomnyaka weshumi elinesiné wokumkani uHezekiya, wenyuka uSaneribhe, ukumkani waseAsiriya, waya kuyo yonke imizi enqatyisiweyo yakwaYuda, wayithabatha.

2 Ookumkani 18

2 Ookumkani 18:8-21