2 Ookumkani 17:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwenzeka oko kuba oonyana bakaSirayeli bonayo kuYehova uThixo wabo, owabanyusayo ezweni lamaYiputa, wabarhola phantsi kwesandla sikaFaro ukumkani waseYiputa; boyika thixo bambi,

2 Ookumkani 17

2 Ookumkani 17:1-16