2 Ookumkani 17:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani waseAsiriya waligqiba lonke ilizwe; wenyuka waya kumzi wakwaSamari, wawungqinga iminyaka emithathu.

2 Ookumkani 17

2 Ookumkani 17:1-8