2 Ookumkani 17:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Waya ke omnye wababingeleli, ababefudusiwe kwelakwaSamari, wahlala eBheteli, wamana ebafundisa ukuba mabathini na ukumoyika uYehova.

2 Ookumkani 17

2 Ookumkani 17:20-34