2 Ookumkani 17:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bayicekisa imimiselo yakhe, nomnqophiso wakhe awawenzayo nooyise babo, nezingqino zakhe awazingqinayo kubo; balandela izinto ezingento, baba ziinto ezingento, balandelana neentlanga ezibangqongileyo, awayebawisele umthetho uYehova ngazo, ukuba bangenzi njengazo.

2 Ookumkani 17

2 Ookumkani 17:14-19