2 Ookumkani 16:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani waseAsiriya wamphulaphula; wenyuka ukumkani waseAsiriya waya eDamasko, wayithimba, wabafudusa abantu wabása eKiri, wambulala uRetsin.

2 Ookumkani 16

2 Ookumkani 16:1-12