2 Ookumkani 16:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ukumkani uAhazi waziqhawula iipanele* zeenqwelwana, wazisusa kuzo iingqayi; waluthula ulwandle ezinkomeni zobhedu, ezibe zingaphantsi kwalo, walubeka phezu kwesiseko samatye.

2 Ookumkani 16

2 Ookumkani 16:13-20