2 Ookumkani 15:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wenza okubi emehlweni kaYehova, njengoko benza ngako ooyise; akatyeka ezonweni zikaYarobheham unyana kaNebhati, awawonisa ngazo amaSirayeli.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:3-11