2 Ookumkani 15:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UYehova wambetha ukumkani, waba neqhenqa kwada kwayimini yokufa kwakhe; wahlala endlwini eyodwa. Ke uYotam, unyana wokumkani, ebephethe ibhotwe, ebalawula abantu belizwe.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:1-7