2 Ookumkani 15:38 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walala uYotam kooyise, wangcwatyelwa kooyise emzini kaDavide uyise; uAhazi, unyana wakhe, waba ngukumkani esikhundleni sakhe.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:29-38