2 Ookumkani 15:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaYotam, nako konke awakwenzayo, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaYuda?

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:35-38