2 Ookumkani 15:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UHoseya unyana kaEla wamceba uPeka unyana kaRemaliya, wamxabela, wambulala, waba ngukumkani esikhundleni sakhe ngomnyaka wamashumi amabini kaYotam, unyana kaUziya.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:21-32