2 Ookumkani 15:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Walifikela ilizwe uPuli, ukumkani waseAsiriya; uMenahem wamnika uPuli iwaka leetalente* zesilivere, ukuze izandla zakhe zibe ngakuye, ukuze abuqinise ubukumkani esandleni sakhe.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:13-27