2 Ookumkani 15:17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wamashumi omathathu anesithoba ka-Azariya ukumkani wakwaYuda, waba ngukumkani uMenahem unyana kaGadi kumaSirayeli kwaSamari, iminyaka yalishumi.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:14-19