2 Ookumkani 15:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomnyaka wamashumi omabini anesixhenxe kaYarobheham ukumkani wakwaSirayeli, waba ngukumkani uAzariya, unyana ka-Amatsiya ukumkani wakwaYuda.

2 Ookumkani 15

2 Ookumkani 15:1-11