2 Ookumkani 14:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawabulala amaEdom eSihlanjeni seTyuwa, ishumi lamawaka. Wayithimba ingxondorha ngokulwa; wathi igama layo yiYoketele unanamhla.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:5-10