2 Ookumkani 14:28 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ezinye izinto zikaYarobheham nako konke awakwenzayo, nobukroti bakhe awalwa ngabo, awayibuyisela ngabo iDamasko neHamati yakwaYuda kumaSirayeli, azibhalwanga na encwadini yemicimbi yemihla yookumkani bakwaSirayeli?

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:25-29