2 Ookumkani 14:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akaphulaphula uAmatsiya. Wenyuka ke uYehohashe ukumkani wakwaSirayeli; baqwalaselana ngamehlo, yena noAmatsiya ukumkani wakwaYuda, eBhete-shemeshe eyeyakwaYuda.

2 Ookumkani 14

2 Ookumkani 14:3-20