2 Ookumkani 13:7 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba akamshiyelanga bantu uYehowahazi, yaba ngamashumi amahlanu abamahashe, neshumi leenqwelo zokulwa, neshumi lamawaka omqikela; ngokuba wabatshabalalisa ukumkani wakwa-Aram, wabenza baba njengothuli lokunyathelwa.

2 Ookumkani 13

2 Ookumkani 13:3-16