2 Ookumkani 13:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wavutha umsindo kaYehova kumaSirayeli, wawanikela esandleni sikaHazayeli ukumkani wakwa-Aram,* nasesandleni sikaBhenhadadi, unyana kaHazayeli, yonke imihla.

2 Ookumkani 13

2 Ookumkani 13:1-11